Izintaba

Izintaba 歌词

流派Pop
时长4:02
原文语言XH
浏览量329
歌词坐标

原文歌词

XH
暂时没有翻译,当前显示原文歌词。
18
Ngapha nangapha ndiva amagama am Bayandibiza ndiv'ingxolo Bebecinga ndizoyekelela Kodwa ha a ndinethamsanqa Ngapha nangapha ndiva amagama am Bayandibiza ndiv'ingxolo Bebecinga ndizoyekelela Kodwa ha a ndinethamsanqa Kodwa ha a ndinethamsanqa Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum Ndivuke kubalel' engqondweni yam Ndipheth'intliziyo yam ngezandla Kodwa ithemba lam likhona Kuzabaluhlaza ngomso Kuz'izaqwithi kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza Kuz'izaqwithi kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum Kuz'izaqwithi kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza Kuz'izaqwithi kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela Zonk'intaba ziwela kum