He Lives in You (2019)

He Lives in You (2019) 歌词

时长5:10
原文语言ZU
浏览量9.1K
歌词坐标

原文歌词

ZU
暂时没有翻译,当前显示原文歌词。
18
Ingonyama nengw' enamabala Ingonyama nengw' enamabala Ingonyama nengw' enamabala Ingonyama nengw' enamabala Ubusuku no moya wobomi Buyakubiza Mamela Nezwi Elinoyiko lwe ntsana Liyaphendula Oh, mamela Ubukhosi bo khokho Yima, akukho bunzima Yiva lamazwi uhlale ethembeni Hela hey mamela Hela hey mamela Hela hey mamela Hela... Uphila kuwe (Hela hey mamela, hela) Uphila nakum (Hela hey mamela, hela) Uhlal'ejongile (Hela hey mamela, hela) Yonk'into esiyibonayo (Hela hey mamela, hela) Nansenemanzini (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Nasenyanisweni (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Nase mfanekisweni wakho (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Uphila kuwe Uphila kuwe (Hela hey mamela, hela) Uphila nakum (Hela hey mamela, hela) Uhlal'ejongile (Hela hey mamela, hela) Yonk'into esiyibonayo (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Nansenemanzini (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Nasenyanisweni (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Nase mfanekisweni wakho (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Uphila kuwe Uphila kuwe Oh, oh Whoa, oh Yima, akunabunzima Yiva lamazwi uhlale Yibanethemba Uphila kuwe Uphila nakum Uhlal'ejongile Yonk'into esiyibonayo Nansenemanzini (Ingonyama nengw' enamabala) Nasenyanisweni (Ingonyama nengw' enamabala) Nase mfanekisweni wakho (Ingonyama nengw' enamabala) Uphila kuwe, ah, ah Uphila kuwe, whoa (Ingonyama nengw' enamabala) Uphila nakum (Ingonyama nengw' enamabala) Uhlal'ejongile (Ingonyama nengw' enamabala) Yonk'into esiyibonayo (Ingonyama nengw' enamabala) Nansenemanzini (Ingonyama nengw' enamabala) Nasenyanisweni (Ingonyama nengw' enamabala) Nase mfanekisweni wakho (Ingonyama nengw' enamabala) Uphila kuwe