Ma' Cheri

Ma' Cheri 歌词

时长8:07
原文语言XH
浏览量245
歌词坐标

原文歌词

XH
暂时没有翻译,当前显示原文歌词。
18
Ndiyowafumana ph' amagama anokuxelela Sthandwa ukuba ndikuthanda kanjani? Nadaya phesheya kolwandle Azange ndamfumana okhanya njengelanga lakho Ndak 'thulel' intyatyambo Hayi! Oluhambo alusapheli my dali Ndakwenzel' izibele Manje ukhatele sewukholiwe my baby? Ndikuthanda njengobisi Ndikuthanda nje ngelizwi Ndikuthanda nje ngothando lwakho Ndiyakuthanda xa umdala Ndicel undiph' utando lwakho Ma'cheri my cheroe Sabhek etown mna nomababy Ulovie bamthanda kanjani Bamqab ibhotolo, bamtyisa irolo Hayi! Uyakhany umababy Ma'cheri my cherie Sath' ukubuyel ekhaya phofu nawe uyazi Uthando aluphelelanga enqondweni Undithembile udali Akanasiyali Xana singen embedweni