Always

Always 歌词

流派Soul
原文语言ZU
浏览量53
歌词坐标

原文歌词

ZU
暂时没有翻译,当前显示原文歌词。
18
Ndihleli ndedwa egoli Oh ndikhumbul'ekhaya Andazi ndenze njani Ndifuna umama andixelele ukuba ndizoba right I just wanna be where Am most at peace go home I left my heart in the Eastern Cape I left my heart where I belong always I left my heart in the Eastern Cape Where I belong Always Always always Always always Wezinyanya zam Umhlaba wokhokho bam Hayi umhlaba wezinyanya zam Hayi umhlaba wokhokho bam Khaya lam akunzima ukushiya Sophinda sibonane Ndizobuya ndikuphefumle Wena uzondiphilisa Hee ikhaya lam ikhaya lam Hee ikhaya lam ikhaya lam Hee ikhaya lam ikhaya lam Yheah Always Always always Always always Always Always Always always Always always Always