Khusela

Letra de Khusela

GêneroDance
Duração8:22
Idioma originalZU
Visualizações5.2K
Coordenadas da letra

Letra original

ZU
A tradução ainda não está disponível. Exibindo a letra original.
18
Bawo khusela abantwana bakho Bawo khusela abantwana bakho Bawo khusela (khusel' ingane zakho) abantwana bakho (Sizibika kuwe mdali) bawo khusela abantwana bakho (Sikelel' imini zami) bawo khusela abantwana bakho (Ngoba yini andinayo) bawo khusela (bendingangena kuyo) (Yiba nenceba) abantwana bakho (Theba kimi andinalo) bawo khusela (bendi ngabamba lona) (Nqaba yimbi andinayo) abantwana bakho (wuwe ithemba lami) Hlamba nansi inhliziyo Ndizibika kuwe Ndizibika kuwe Kuwe mdali Sikelel' imini zami Sikelel' imini zami Nqaba kimi andinayo Bendingangena kuyo, yibanenceba Yiba nenceba kuthi, sikelel' imini zami Theba kimi andinalo, bendi ngabamba lona Hlamba nansi inhliziyo, uyenze ngcwele yona Nqaba kimi andinayo Bendingangena kuyo Ndizibika kuwe mdali Sikelel' imini zami Yiba nenceba Abantwana, abantwana bakho Themba kimi andinalo Hlamba nansi inhliziyo (Hlamba nansi inhiziyo) bawo khusela (ilungise) (Icokise uyenze msulwa) abantwana bakho (uyenze msulwa yona) Abantwana abantwana bakho bakhalela wena Yiba nenceba kuthi yiba nenceba Singabantwana bakho yiba nenceba