Nontsikelelo

Nontsikelelo 가사

장르Soul
길이4:35
원문 언어XH
조회수3K
가사 좌표

원문 가사

XH
번역이 아직 없습니다. 원문 가사를 표시합니다.
18
Hlala nam nzwakazi Ngoba ndiya kuxhaka Impilo yami ngaphahle kwakho Aiphelelanga Ndinika wena isanhla sami Sibambe njalo sukuyeka Noba amandla asewekhona Andiphelelanga Ndibuya Mamela Iphutha lami kukushiya wena Bambelela ngothando Ngoba nam ngiyakuthanda Iphutha lami kukushiya wena Nontsikelelo ndiya buya Nontsikelelo ndifuna wena Andilali ebusuku ndicinga ngawe Nontsikelelo ndiya buya The many time i just can get hold of you I know you're thinking Slowly replaying the time that we had Noba ungahamba noba ungangishiya Inhliziyo yam ifuna wena