Siyathandana (feat. Amanda Black)

Siyathandana (feat. Amanda Black) 가사

장르Pop
길이4:31
원문 언어XH
조회수535
가사 좌표

원문 가사

XH
번역이 아직 없습니다. 원문 가사를 표시합니다.
18
xa ebizwa amagama ethu ezulwini zoba secaleni kwakho xakufika imini yokugqibela zoba secaleni kwakho nasemnqamlezweni hlal′ uyazi zobase caleni kwakho hlal' uyazi yena nam' s'yathandana ecaleni kwakho yena nam′ ubaby wam' yena nam' s′yathandana yena nam′ ubaby wam' yena nam′ siyavana yena nam' ubaby wam′ yena nam' sikunye 'Till the end yena nam′ ubaby wam' yena nam' s′yathandana yena nam′ ubaby wam' yena nam′ siyavana yena nam' ubaby wam′ yena nam', till the end ungowokuqala endicinga ngaye ngolwesibini, ndadibana naye ngoku mathathu amazwi endinawo ngolwesine, ngolwesihlanu, ndingowakho nguwe olawula ingqondo yam′ (nguwe olawula ingqondo yam') iyo waphola umphemfulo wam' (iyo waphola umphemfulo wam′) wandiphandla amehlo am′ (wandiphandla amehlo am') tsho yaxola inhliziyo yami, yeah yena nam′ ubaby wam' yena nam′ s'yathandana yena nam′ ubaby wam' yena nam' siyavana yena nam′ ubaby wam′ yena nam' sikunye 'Till the end yena nam′ ubaby wam' yena nam′ s'yathandana yena nam′ ubaby wam' yena nam' siyavana yena nam′ ubaby wam′ yena nam' sikunye 'Till the end 'Till the end yena nami kude kuyovalwa yena nami yena nami kude kuyovalwa yena nami yena nami, yena nami, yena nami 'Till the end 'Till the end 'Till the end
Berita의 다른 곡

Berita의 다른 곡

Berita →