가사 좌표
ZU원문 가사
번역이 아직 없습니다. 원문 가사를 표시합니다.
Ndinxanelw' uthando
Ndinxanelw' ithemba
Ndifuna konke okusentlizweni yam
There's so much I wanna see
There's so much I anna be
I wanna be at peace
Emphefumlweni wam
Ndifun' uxolo
Ndinik' uxolo
Ndifun' ubheka phambili
Ndifun' ubheka phezulu
Ndifun' ubheka phambili
Ndifun' ubheka phezulu
Hamba bhekile
Musuhlala ndawonye
Hamba bhekile
Sukuhlala ndawonye
Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh
Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh oh
Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh
Ndinxaniwe, ndifun' ukusela
Hamba baba
Lomin' iyeza nakum
Nakuwe, nakuwe
Bhath' ivili liyajikeleza
It doesn't have to be for the worst
Day by day suphel' amandla
Bambelela sana
Uzoy'bon indlela
Zulu l'yavuleka
Keep on pushing through
Maninzi amathuba
And you know what to do
Xakufik' ukukhanya
Yiba nomonde
Yiba nethemba
Yiba nomonde
Yiba nethemba
Hamba bhekile
Musuhlala ndawonye
Hamba bhekile
Musuhlala ndawonye
Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh
Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh oh
Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh
Ndinxaniwe, ndifun' ukusela
Hamba baba
Hhm, hhm, hhm
Hhm, hhm, hhm
Hhm, hhm, hhm
Hhm, hhm, hhm
Hhm, hhm, hhm
Hhm, hhm, hhm
Hhm, hhm, hhm
Hhm



