Mali

Mali 歌詞

ジャンルPop
時間5:28
原文言語XH
閲覧数2K
歌詞座標

原文歌詞

XH
翻訳はまだありません。原文を表示しています。
18
We mali We zukwa notike Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho We mali we zukwa notike Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho Mali mali mbangi yesolo Sesibulalana ngenxa yakho Mali mali mbangi yesolo Sesibulalana ngenxa yakho Ndixakene liphupho lam We mali, we mali Ndahlukene nezihlobo zam We mali, we mail Abapolitiki nasecawene Baxaba ngawe we mali Nakum uzamile mali Awuphumelelanga we mali Mali mali mbangi yesolo Sesibulalana ngenxa yakho Mali mali mali Sesibulalana ngenxa yakho Mali mali mbangi yesolo Sesibulalana ngenxa yakho Mali mali mali Sesibulalana ngenxa yakho We mali we zukwa notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho We mali we zukwa notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho Mali mali mbangi yesolo Sesibulalana ngenxa yakho Mali mali mbangi yesolo Sesibulalana ngenxa yakho Ndixakene liphupho lam We mali, we mali Ndhahlukene nezihlobo zam we mali Abapolitiki nasecawene Baxabana ngawe we mali Nakum uzamile mali Awuphumelelanga we mali Mali mali mbangi yesolo Sesibulalana ngenxa yakho Mali mali mali Sesibulalana ngenxa yakho