Ndiyagodola

Ndiyagodola 歌詞

ジャンルRb
時間4:30
原文言語XH
閲覧数579
歌詞座標

原文歌詞

XH
翻訳はまだありません。原文を表示しています。
18
Ingab'uphi we sthandwa sam? Kuyabanda apha ekhaya Zobuya nini oh dali wam? Mmh ndiyagodola (ndiyagodola) Eh ingubo ezininzi mama Oh azindincedi (we sthandwa sam) Awu mama (wo sthandwa sam) Noba sendizifudumeza Oh akusebenzi (wo sthandwa sam) Ingab'uphi we sthandwa sam? Kuyabanda apha ekhaya Uzobuya nini oh dali wam? Mmh ndiyagodola (ndiyagodola) Khawundixelele mama Hayi hayi hayi hayi bo Awundikhumbuli na wena? Hayi hayi hayi hayi bo Mna nd'khumbul' ingoma yethu yo yo Sofa silahlane mna nawe (ndiyagodola) Khawundibonise mama Hayi hayi hayi hayi bo Ndiyilahlephi na lengoma Hayi hayi hayi hayi bo Ubusuku bude hayi ukutya akungeni Sofa silahlane mna nawe (ndiyagodola)