Indalo

Indalo 歌詞

年2002
ジャンルNew Age
時間3:53
原文言語XH
閲覧数2.6K
歌詞座標

原文歌詞

XH
翻訳はまだありません。原文を表示しています。
18
Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso wakho Wadala abantu wadala izilwanyana Kwaneentaka zakho Lintaba nezityalo, umoya Nemilambo, nolwandle Iisipho sobomi phakathi Kwendoda nomfazi, njengelanga nenyanga Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso wakho Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso wakho