Ndokulandela

Ndokulandela 歌詞

ジャンルPop
時間3:52
原文言語ZU
閲覧数4K
歌詞座標

原文歌詞

ZU
翻訳はまだありません。原文を表示しています。
18
Phambi kwabantu bonke Mina ndiyafunga Uba bom' endibuphila Ndibushiya emva Lemini isisi'phawulo Mna ndiyazazisa Andisenguye mna lo ndandinguye Ndokulandela wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zobomi bam Ndokulandela wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zo bo Zobomi bam zobomi bam Zobomi bam,  zobomi bam Nhliziyo yami yonke Ndiyibeka phambi kwakho Andisenawo Wona amandla Ndincede bawo Uzundamukele Uyikhombe indlela Ukuze ndihambe Ndokulandela wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zobomi bam Ndokulandela wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zo bo Zobomi bam zobomi bam Zobomi bam zobomi bam Izwe lingangijekela Bantu bangiflathele Mna andijiki ndoku Ndokulandela Ndokulandela, wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zobomi bam Ndokulandela wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zobomi bam Ndokulandela wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zo bo Zobomi bam zobomi bam Zobomi bam zobomi bam