Hamba

Hamba 歌詞

ジャンルSoul
原文言語ZU
閲覧数456
歌詞座標

原文歌詞

ZU
翻訳はまだありません。原文を表示しています。
18
Ndinxanelw' uthando Ndinxanelw' ithemba Ndifuna konke okusentlizweni yam There's so much I wanna see There's so much I anna be I wanna be at peace Emphefumlweni wam Ndifun' uxolo Ndinik' uxolo Ndifun' ubheka phambili Ndifun' ubheka phezulu Ndifun' ubheka phambili Ndifun' ubheka phezulu Hamba bhekile Musuhlala ndawonye Hamba bhekile Sukuhlala ndawonye Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh oh Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh Ndinxaniwe, ndifun' ukusela Hamba baba Lomin' iyeza nakum Nakuwe, nakuwe Bhath' ivili liyajikeleza It doesn't have to be for the worst Day by day suphel' amandla Bambelela sana Uzoy'bon indlela Zulu l'yavuleka Keep on pushing through Maninzi amathuba And you know what to do Xakufik' ukukhanya Yiba nomonde Yiba nethemba Yiba nomonde Yiba nethemba Hamba bhekile Musuhlala ndawonye Hamba bhekile Musuhlala ndawonye Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh oh Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh Ndinxaniwe, ndifun' ukusela Hamba baba Hhm, hhm, hhm Hhm, hhm, hhm Hhm, hhm, hhm Hhm, hhm, hhm Hhm, hhm, hhm Hhm, hhm, hhm Hhm, hhm, hhm Hhm