Nqaba Yam

Paroles de Nqaba Yam

GenrePop
Langue originaleZU
Vues462
Coordonnées des paroles

Paroles originales

ZU
Traduction indisponible. Les paroles originales sont affichées.
18
Ndifihle kuwe nqaba yam Izilingo zindilingile Ndalingeka nam Eya bazame ukundiyenza Isiyatha nam ndayathazeka eya eya Ndithemba wena Mandingaze ndidaniswe Ngowa ngowa themba Mhhh mandingaze ndidaniswe Ndiqatshukelwe nguqa Isiphongo sam Nda mongoza sula kaluko nqaba yam Bambe linga gqithekanga Ikhe ngendisiva ndisesirogweni Khawuleza kaloko eya Ndithemba wena Mandingaze ndidaniswe Ngowa ngowa themba Mhhh mandingaze ndidaniswe Ndizifihla kuwe (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Ndizifihla kuwe (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Ndizifihla kuwe (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Ndizifihla kuwe (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Ndithemba wena Mandingaze ndidaniswe Ngowa ngowa themba Mhhh mandingaze ndidaniswe Ndizifihla kuwewe (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Ndizifihle kuwe (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Ndizifihla kuwe (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Ndizifihla kuwe (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Nqaba yami (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Uyinqaba yami (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Ndizifihla kuwe (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam) Ndizifihla kuwe (nqaba yam) Hoya (bongo lam ulithemba lam)