The Click Song (Qongqothwane)

كلمات The Click Song (Qongqothwane)

النوعWorld Music
المدة2:04
اللغة الأصليةالإندونيسية
المشاهدات13.9K
إحداثيات كلمات الأغنية

الكلمات الأصلية

ID
الترجمة غير متاحة بعد. نعرض الكلمات الأصلية.
18
Igqira lendlela nguqo ngqothwane Igqira lendlela (kuthwa) nguqo ngqothwane Igqira lendlela Aya nguqo ngqothwane Igqira lendlela (kuthwa) nguqo ngqothwane Seleqabele gqi thapha Aya nguqongqothwane Selequbole gqi thapha nguqongqothwane Seleqabele gqi thapha Aya nguqongqothwane Selequbole gqi thapha nguqongqothwane Igqira lendlela Aya, nguqongqothwane Igqira lendlela ngutwane nguqongqothwane Igqira lendlela Aya, nguqongqothwane Igqira lendlela ngutwane nguqongqothwane Sebeqabele gqi thapha Aya nguqongqothwane Sebequbule gqi thapha nguqongqothwane Sebeqabele gqi thapha Aya nguqongqothwane Sebequbule gqi thapha nguqongqothwane